African Music Lyrics Benjamin Dube – Moy’ Oyingcwele

Benjamin Dube – Moy’ Oyingcwele

Moy’ Oyingcwele by MP3 MUSIC VIDEO

Moy’ Oyingcwele LYRICS by Benjamin Dube:
Moy’ oyiNgcwele Yiza, Udlelane nam
Moy’ oyiNgcwele Yiza, Udlelane nam
Ndiyakudinga Moy’ oyiNgcwele
Ndiyakuding’ empilweni yam
Moy’ oyiNgcwele Yiza, Uzohlala nam
Ndibambe ngesandla, Undikhokhele
Wamkelekile Moy’ oyiNgcwele
Wamkelekil’ empilweni yam
Moy’ oyiNgcwele Yiza
(Wamkelekil’ empilweni yam)
Moy’ oyiNgcwele Yiza
(Ndiyakuding’ empilweni yam)

Leave a Reply