Home African Music Spirit Of Praise – Xa Ndiyekelelwa Nguwe

Spirit Of Praise – Xa Ndiyekelelwa Nguwe

Spirit Of Praise by Xa Ndiyekelelwa Nguwe Ft. Tshepiso MP3 MUSIC VIDEO

Spirit Of Praise LYRCIS by Xa Ndiyekelelwa Nguwe:
Hallelujah
Athi ungahleli mntanami
Hallelujah
Nkosi yiza nguwe thembalami
Dwala lami la phakade
Siphephelo sam’
Umangiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi
(Xa ndiyekelelwa)
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi
Wena uyilithemba lami
Yenza indlela lapho yingekho
Wena uyilithemba lami
Yenza indlela, indlela
(Xa ndiyekelelwa)
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi

Zundithwale nakaloku
Ngezo ngalo zobubele
Ndisiphosa kuwe ngoku
Nkosi Yesu ndiphuthume
(Xa ndiyekelelwa)
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi (Xa ndiyekelelwa nguwe)
Wo, wo-wo-wo-wo-wo-wo-wo-wo

Wo, wo-wo-wo, wo-wo-wo-wo-wo
Wo, wo-wo-wo-wo-wo-wo-wo-wo
Wo, wo-wo-wo, wo-wo-wo-wo-wo
Wo, wo-wo-wo-wo-wo-wo-wo-wo
Wo, wo-wo-wo, wo-wo-wo-wo-wo
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi
(Xa ndiyekelelwa)
Xa ndiyekelelwa nguwe

Ndophalala njengamanzi
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi
Ndophalala njengamanzi
Ndophalala njengamanzi
Ndophalala njengamanzi
Ndophalala njengamanzi
Ndophalala njengamanzi
Ndophalala njengamanzi
Ndophalala njengamanzi
Ndophalala njengamanzi

LEAVE A REPLY

Please enter your comment!
Please enter your name here